Umika 1:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndisaya kuyizisa indlalifa kuni, bemi baseMaresha; baya kufika eAdulam abazukileyo bakwaSirayeli. Chebani, niziguye iintloko, ngenxa yoonyana beziyolo zenu;

Umika 1

Umika 1:5-16