Umika 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bophani iimbaleki ezinqwelweni zokulwa, bemi baseLakishe; ibikukuqala kwesono entombini enguZiyon, ukuthi zifunyanwe kuyo izikreqo zakwaSirayeli.

Umika 1

Umika 1:9-16