Umateyu 9:3-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Besuka ababhali abathile, bathi phakathi kwabo, Lo uyanyelisa.

4. UYesu, ezibona iingcingane zabo, wathi, Yini na ukuba nicinge izinto ezikhohlakeleyo ezintliziyweni zenu?

5. Kuba okukhona kulula kukuphi na, kukho ukuthi, Zixolelwe izono zakho; kukho nokuthi, Vuka uhambe?

Umateyu 9