Umateyu 9:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zithe, akungena ke endlwini, zeza kufika kuye iimfama; athi kuzo uYesu, Niyakholwa na ukuba ndinako ukukwenza oko? Zithe kuye, Ewe, Nkosi.

Umateyu 9

Umateyu 9:23-31