Umateyu 9:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Basuka bamwa ngentsini. Uthe ke bakukhutshelwa phandle abantu, wangena, wayibamba ngesandla, yaza yavuka intombazana leyo.

Umateyu 9

Umateyu 9:20-30