Umateyu 8:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba nam ndingumntu ophantsi kwegunya labanye, ndinamasoldati phantsi kwam; ndithi kweli, Yiya, liye; kweliya, Yiza, lize; kwisicaka sam, Yenza oku, sikwenze.

Umateyu 8

Umateyu 8:1-13