Umateyu 8:33-34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Bathe ke abo babezalúsa basaba, baya ekhaya, babika into yonke, kwanendawo yababephethwe ziidemon.

34. Wasuka wonke umzi waphuma, waya kumhlangabeza uYesu; bathi bakumbona, bambongoza ukuba agqithe kuloo mida yabo.

Umateyu 8