Umateyu 8:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuzo, Yiyani. Zaphuma ke, zaya kungena elugxubeni lweehagu; lwasuka lonke ugxuba lweehagu lwaphaphatheka, lwehla eweni, lwéla elwandle; zatshabalala emanzini.

Umateyu 8

Umateyu 8:25-34