Umateyu 8:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe akufika ngaphesheya, ezweni lamaGergasi, kwaqubisana naye abantu ababini abaphethwe ziidemon, bephuma emangcwabeni, belugcalagcala, kwada kwayinkohla ukuba kudlule umntu ngaloo ndlela.

Umateyu 8

Umateyu 8:18-34