Umateyu 8:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.

Umateyu 8

Umateyu 8:25-32