Umateyu 8:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe ke kwakuhlwa, kwaziswa kuye into eninzi yabaphethwe ziidemon; wabakhupha oomoya abo ngelizwi, wathi nabo bonke abafayo wabaphilisa;

Umateyu 8

Umateyu 8:12-17