Umateyu 7:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zonke izinto ngoko enisukuba ninga bangazenza abantu kuni, yenzani ezikwanjalo nani kubo; kuba oko kungumthetho nabaprofeti.

Umateyu 7

Umateyu 7:7-13