Umateyu 6:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba zonke ezo zinto zingxanyelwe ziintlanga; kuba uYihlo wasemazulwini uyazi ukuba ezo zinto zonke ziyafuneka kuni.

Umateyu 6

Umateyu 6:22-34