Umateyu 6:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akukho mntu unako ukukhonza nkosi mbini; kuba eya kuyithiya le ayithande leya, athi mhlawumbi abambelele kule ayidele leya. Aninako ukukhonza uThixo nobutyebi.

Umateyu 6

Umateyu 6:17-26