Umateyu 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa sukuba ke nizila ukudla, maningabi njengabahanahanisi, bona bamatshekileyo; kuba babenza bubi ubuso babo, ukuze babonakale ebantwini ukuba bazilile. Inene ndithi kuni, Bawufincile umvuzo wabo.

Umateyu 6

Umateyu 6:13-17