Umateyu 5:7-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Banoyolo abanenceba; ngokuba baya kwenzelwa inceba bona.

8. Banoyolo abahlambulukileyo intliziyo; ngokuba baya kumbona uThixo bona.

9. Banoyolo abaxolisi; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona.

10. Banoyolo abatshutshiswa ngenxa yobulungisa; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo.

Umateyu 5