Naxa nithe nabulisa abazalwana benu bodwa, yintoni na egqithiseleyo eniyenzayo? Àbenjenjalo yini na nababuthi berhafu?