Umateyu 5:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi lenu ke malibe nguewe, ewe; nguhayi, hayi. Okugqithe koko ke kuvela kokungendawo.

Umateyu 5

Umateyu 5:30-44