Umateyu 5:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Othe ngoko wachitha noko umnye kule mithetho mincinanana, wabafundisa abantu ngokunjalo, kothiwa ungomncinanana ebukumkanini bamazulu; othe wenza wafundisa ngayo, kothiwa ngomkhulu ebukumkanini bamazulu.

Umateyu 5

Umateyu 5:14-29