Umateyu 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Niyityuwa yehlabathi nina; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? Ayisalungele nto, kukulahlwa phandle kuphela, inyathelwe ngabantu.

Umateyu 5

Umateyu 5:4-20