Umateyu 5:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Uthe ke, akuzibona izihlwele ezo, wenyuka intaba; waza akuhlala phantsi, beza kuye abafundi bakhe.

2. Wawuvula umlomo wakhe, wabafundisa, esithi,

3. Banoyolo abangamahlwempu ngomoya; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo.

Umateyu 5