Umateyu 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aze athi uYesu kuye, Suka umke, Sathana; kuba kubhaliwe kwathiwa, YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo, ukhonze yona yodwa.

Umateyu 4

Umateyu 4:1-16