Umateyu 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam, ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha; yena ke uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo:

Umateyu 3

Umateyu 3:9-16