Umateyu 27:56 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ekwakukho phakathi kwabo uMariya waseMagadala, noMariya unina wooYakobi noYose, kwanonina woonyana bakaZebhedi.

Umateyu 27

Umateyu 27:51-64