Umateyu 27:48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka wagidima kwaoko omnye kubo, wathabatha imfunxa, wayizalisa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza.

Umateyu 27

Umateyu 27:39-53