Umateyu 27:16-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Baye ke ngelo xesha benombanjwa obesazeka, ekuthiwa nguBharabhas.

17. Bakubon' ukuba ngoko bahlanganisene, wathi kubo uPilato, Nithanda ukuba ndinikhululele wuphi na, uBharabhas, uYesu ekuthiwa nguKristu,* kusini na?

18. Kuba ebesazi ukuba bamnikele ngomona.

Umateyu 27