Umateyu 26:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza, ehambele phambili umganyana, wawa ngobuso bakhe, wathandaza, esithi, Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule kum le ndebe; noko makungabi njengokuthanda kwam, makube njengokuthanda kwakho.

Umateyu 26

Umateyu 26:32-47