Umateyu 26:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uthi uYesu kubo, Nina nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku; kuba kubhaliwe kwathiwa,Ndiya kumbetha umalusi, zichithwachithwe izimvu zomhlambi.(UZek. 13:7)

Umateyu 26

Umateyu 26:26-34