Umateyu 26:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakubon' ukuba bayadla ke, uYesu wasithabatha isonka, wathi akusikelela waqhekeza, wanika abafundi, wathi, Thabathani nidle; ngumzimba wam lo.

Umateyu 26

Umateyu 26:21-32