Umateyu 26:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UNyana woMntu uyemka okunene, njengoko kubhaliweyo ngaye. Kodwa ke, yeha, loo mntu uNyana woMntu angcatshwa nguye! Ngekumlungele ukuba ebengazalwanga loo mntu.

Umateyu 26

Umateyu 26:23-32