Umateyu 25:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aze aphendule ukumkani athi kuwo, Inene ndithi kuni, Ekubeni nenjenjalo nakumnye waba bazalwana bam bangabona bancinane, nenjenjalo nakum.

Umateyu 25

Umateyu 25:39-45