Umateyu 25:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba wonke umntu onako uya kunikwa, abe nako ngokugqithiseleyo; ke ongenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.

Umateyu 25

Umateyu 25:24-38