Umateyu 25:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza ke nalowo wamkela italente yanye, wathi, Nkosi, bendikwazi wena ukuba ungumntu olukhuni, uvuna apho ubungahlwayelanga khona, ubùthe apho ungelelanga khona;

Umateyu 25

Umateyu 25:14-30