Umateyu 25:2-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

2. Ezintlanu ke kuzo zaye ziziingqondi, ezintlanu ziziziyatha.

3. Ezo ziziziyatha zaphatha izibane zazo, azaphatha oli nazo;

4. kodwa eziziingqondi zaphatha ioli ezityeni zazo, kwanezibane zazo.

5. Ke kaloku, akubon' ukuba ulibele umyeni, zozela zonke zalala.

6. Phakathi kobusuku ke kwabakho umemezo oluthi, Nanko umyeni esiza; phumani niye kumkhawulela.

Umateyu 25