Umateyu 24:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iindlala, neendyikitya zokufa, nezinyikimo zomhlaba kwiindawo ngeendawo.

Umateyu 24

Umateyu 24:1-17