Umateyu 24:49-51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

49. ayizi, aqale ababethe abakhonza kunye naye, adle ke, asele nabanxilayo,

50. iya kufika inkosi yaloo mkhonzi ngemini angayikhangeleyo, nangelixa angalaziyo,

51. imsike kubini, immisele isabelo sakhe nabahanahanisi; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.

Umateyu 24