Umateyu 24:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo ukuba ibingayi kuthi loo mihla inqanyulelwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; ngenxa ke yabanyuliweyo, loo mihla iya kunqanyulelwa.

Umateyu 24

Umateyu 24:18-23