Umateyu 24:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zaye ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kuvakaliswa kulo elimiweyo liphela, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga; kwandule ke ukufika ukuphela.

Umateyu 24

Umateyu 24:11-20