Umateyu 23:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Konke ngoko abasukuba besithi kuni kugcineni, ze nikugcine nikwenze; kodwa ze ningenzi ngokwemisebenzi yabo; kuba bathetha baze bangenzi.

Umateyu 23

Umateyu 23:1-11