Umateyu 23:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha, nina babhali, baFarisi, bahanahanisindini! Ngokuba nifana namangcwaba aqatywe ifutha, athi abonakale emahle okunene ngaphandle, kanti ngaphakathi azele ngamathambo abafileyo nokungcola konke.

Umateyu 23

Umateyu 23:25-31