Umateyu 22:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

uYesu wabuza kubo, esithi, Nithini na nina ngaye uKristu?* Ungunyana kabani na? Bathi kuye, kaDavide.

Umateyu 22

Umateyu 22:41-45