Umateyu 22:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwaye kukho kuthi abazalwana abasixhenxe; waza owokuqala akubon' ukuba uzekile wabhubha, wathi, kuba engenambewu, wamshiya kumzalwana wakhe umfazi wakhe.

Umateyu 22

Umateyu 22:24-32