Umateyu 22:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lamkhohla ke. Wathi ukumkani kubalungiseleli, Mbopheni iinyawo nezandla, nimthabathe, nimkhuphele ebumnyameni bangaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.

Umateyu 22

Umateyu 22:7-20