Umateyu 21:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathe ke ababingeleli abakhulu nababhali, bakuyibona imimangaliso awayenzayo, kwanabantwana bedanduluka etempileni, besithi, Hosana kuye unyana kaDavide:

Umateyu 21

Umateyu 21:8-17