Umateyu 20:33-34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Zithi kuye, Nkosi, ukuba kuvulwe amehlo ethu.

34. Wasikwa ke yimfesane uYesu, wawachukumisa amehlo azo; zaba nokubona kwaoko ngamehlo azo, zamlandela.

Umateyu 20