Umateyu 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nawe Bhetelehem, mhlaba wakwaYuda,Akunguye nakanye omncinanana phakathi kwabalawuli bakwaYuda:Kuba kuwe apha kuya kuphuma uMlawuli,Onguyena uya kubalúsa abantu bam amaSirayeli.(UMika 5:2)

Umateyu 2

Umateyu 2:1-15