Umateyu 2:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, akuva ukuba uArkelawo ungukumkani kwelakwaYuda esikhundleni sikaHerode uyise, woyika ukuhamba asinge khona; wathi ke, ehlatyelwe nguThixo ephupheni, wemka waya kumacala elaseGalili.

Umateyu 2

Umateyu 2:15-23