Umateyu 2:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Vuka, umthabathe umntwana nonina, uye ezweni lakwaSirayeli; kuba bafile abo babezonda ubomi bomntwana.

Umateyu 2

Umateyu 2:18-23