Umateyu 19:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kukho amathenwa azelwe enjalo kwasesizalweni sonina; kukho namathenwa athenwa ngabantu; kukho namathenwa azithenileyo ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unokukuqonda oku makakuqonde.

Umateyu 19

Umateyu 19:11-22