Uphumile ke loo mkhonzi, wafumanana nomnye wabakhonza kunye naye obenetyala kuye leendenariyo* ezilikhulu; wambamba, wamkrwitsha, esithi, Ndíhlawule ityala onalo.